IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb19 Novemba iphe. 6
  • Novemba 25–Disemba 1

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Novemba 25–Disemba 1
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2019
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2019
mwb19 Novemba iphe. 6

Novemba 25–Disemba 1

ISITYHILELO 4–6

  • Ingoma 22 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • “Abakhweli Bamahashe Abane”: (imiz. 10)

    • ISi 6:2​—Umntu okhwele ihashe elimhlophe “waphuma esoyisa” (wp17.3 4 ¶3, 5)

    • ISi 6:4-6​—Emva koko kwaphuma umntu okhwele ihashe elibumlilorha nelimnyama (wp17.3 5 ¶2, 4-5)

    • ISi 6:8​—Kulandela umntu okhwele ihashe eliluthuthu yena ulandelwa yiHadesi (wp17.3 5 ¶8-10)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • ISi 4:4, 6​—Bamela ntoni abadala abayi-24 nezidalwa ezine? (re 76-77 ¶8; 80 ¶19)

    • ISi 5:5​—Kutheni uYesu ebizwa ngokuba ‘yiNgonyama yesizwe sikaYuda’? (cf 36 ¶5-6)

    • Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) ISi 4:1-11 (th isifundo 5)

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Ividiyo Yokubuyela Okwesibini: (imiz. 5) Yidlale nize nithethe ngayo.

  • Xa Ubuyela Okwesibini: (imiz. 3 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. (th isifundo 4)

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 5 nangaphantsi) lv 43 ¶15 (th isifundo 2)

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 46

  • “UYehova Uthanda Umphi Ochwayitileyo”: (imiz. 15) Ingxubusho. Mayinikelwe ngumdala. Qala ngokudlala ividiyo ethi Indlela Yokunikela Usebenzisa I-Intanethi. Bachazele abavakalisi ukuba banganikela ngokucofa indawo ethi Donations ku-jw.org naku-JW Library okanye bangene ku-donate.jw.org. Funda ileta evela kwisebe ethetha ngendlela elibulela ngayo ngeminikelo yonyaka wenkonzo ophelileyo. Lincome ibandla ngeminikelo yalo.

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) cf isahl. 17 isiqe. 1-9

  • Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 20 Nomthandazo

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share