IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb25 Matshi iphe. 11
  • Aprili 14-20

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Aprili 14-20
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi WokushuMeyela—Incwadi Yentlanganiso—2025
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi WokushuMeyela—Incwadi Yentlanganiso—2025
mwb25 Matshi iphe. 11

APRILI 14-20

IMIZEKELISO 9

Ingoma 56 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

1. Yiba Sisilumko Hayi Umntu Osileyo

(imiz. 10)

Umntu osileyo akasamkeli isiluleko endaweni yoko uyamcaphukela lo mntu umnika isiluleko (IMi 9:​7, 8a; w22.02 9 ¶4)

Umntu osisilumko uyasixabisa isiluleko nomntu afumana kuye isiluleko (IMi 9:8b, 9; w22.02 12 ¶12-14; w01 5/15 30 ¶1-2)

Umntu osisilumko uyancedakala, kodwa osileyo uza kulahlekelwa (IMi 9:12; w01 5/15 30 ¶5)

Udade osemtsha umamele icebiso lodade omdala njengoko besitya kwindawo yokutyela.

2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni

(imiz. 10)

  • IMi 9:17​—Ayintoni “amanzi abiweyo,” ibe kutheni ‘emnandi’ nje? (w06 9/15 17 ¶5)

  • Ziintoni ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?

3. Ufundo LweBhayibhile

(imiz. 4) IMi 9:​1-18 (th isifundo 5)

YIKHUTHALELE INTSIMI

4. Ukubuyela

(imiz. 4) KWINDLU NGENDLU. Lo mntu uthetha naye ebekhona eSikhumbuzweni. (lmd isifundo 8 ingongoma 3)

5. Ukubuyela

(imiz. 4) UKUSHUMAYELA ESIDLANGALALENI. Lo mntu uthetha naye ubukhe wamnceda wafumane iSikhumbuzo esikufutshane naye. (lmd isifundo 7 ingongoma 4)

6. Ukubuyela

(imiz. 4) UKUSHUMAYELA NGOKUNGACWANGCISWANGA. Ubukhe wanceda umntu ozalana naye wafumana iSikhumbuzo esikufutshane naye. (lmd isifundo 8 ingongoma 4)

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ingoma 84

7. Ngaba Ukusetyenziswa Yintlangano Kusenza Sibaluleke Kunabanye?

(imiz. 15) Ingxubusho.

Dlala IVIDIYO. Uze ubuze le mibuzo:

  • Lithetha ukuthini igama elithi “ilungelo?”

  • Abo banamalungelo ebandleni bamele bazijonge njani?

  • Kutheni amalungelo okukhonza abanye ebalulekile kunezikhundla?

8. Isifundo SeBhayibhile Sebandla

(imiz. 30) bt isahl. 25 ¶5-7, nebhokisi ekwiphe. 200

Amazwi Okuvala (imiz. 3) | Ingoma 42 Nomthandazo

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share