IMboniselo Efundwayo
AGASTI 2021
AMANQAKU AZA KUFUNDWA: NGOSEPTEMBA 27–OKTOBHA 31, 2021
© 2021 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
Le magazini ayithengiswa. Ibhalelwe ukufundisa abantu iBhayibhile ehlabathini lonke ibe ixhaswa ngeminikelo. Ukuba ufuna ukunikela, yiya ku-donate.jw.org.
Ngaphandle kokuba kuboniswe ngenye indlela, iZibhalo ezikule magazini zithathwe kwiZibhalo Ezingcwele ZeNguqulelo Yehlabathi Elitsha.
UMFANEKISO ONGAPHANDLE:
Indoda nomfazi wayo bashumayela kwindawo ekufuneka abavakalisi boBukumkani abaninzi; udade osemtsha uncedisa kwisakhiwo seHolo YoBukumkani; indoda esele ikhulile ishumayela nomfazi wayo ngefowuni. Bonke aba bavakalisi benza umsebenzi kaYehova bevuya (Jonga inqaku elifundwayo 34, isiqendu 11)