IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • yb16 iphe. 177
  • ISikhumbuzo—⁠NgoLwesihlanu, ngoAprili 3, 2015

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • ISikhumbuzo—⁠NgoLwesihlanu, ngoAprili 3, 2015
  • Incwadi Yonyaka YamaNgqina KaYehova Ka-2016
  • Amanqaku Afanayo
  • Iphulo Lokubhengeza ISikhumbuzo Liqala NgoMatshi 1
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2013
  • Iphulo Lokuhambisa Izimemo ZeSikhumbuzo Liqala NgoMatshi 22
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2014
  • Isimbuku Sika-2015
    Incwadi Yonyaka YamaNgqina KaYehova Ka-2016
  • Ukusasazwa Kwezimemo ZeSikhumbuzo Kuza Kuqalisa NgoAprili 2
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2011
Khangela Okunye
Incwadi Yonyaka YamaNgqina KaYehova Ka-2016
yb16 iphe. 177
INgqina LikaYehova Linika Umntu Isimemo

ISikhumbuzo—NgoLwesihlanu, NgoAprili 3, 2015

NGOMGQIBELO, ngoMatshi 7, 2015, amabandla asehlabathini lonke aqalisa iphulo leeveki ezine lokumema abantu abaninzi kangangoko kunokwenzeka ukuba baze kukhumbula ukufa kukaYesu Kristu kunye nathi baze baphulaphule nentetho ebonisa indlela esizuza ngayo ngokufa kwakhe. Abantu abaninzi banikwa izimemo ezandleni, abanye bazifumana ngefowuni nangeeleta. Ngaba beza? AmaNgqina kaYehova akazange akwazi ukuzibamba luvuyo xa ngoLwesihlanu, ngoAprili 3, bamkela abantu abayi-19 862 783 kwesi sihlandlo singcwele. Ngoku kwenziwa konke okusemandleni ukuze kuncedwe bonke abantu ababekho eSikhumbuzweni banqule uThixo oyinyaniso baze banandiphe uthando neentsikelelo azinika abantu bakhe.—Mika 4:2.

Iindlela ezahlukeneyo ezisetyenzisiweyo ukuze abantu abebekho kwiSikhumbuzo sika-2015 bafikelele ku-19 862 783
    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share