Iziqulatho
Januwari 2016
© 2016 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
IVEKI KAFEBRUWARI 29, 2016–MATSHI 6, 2016
3 Zimisele Ukubonisa “Uthando Lobuzalwana”!
Uthini umxholo wonyaka ka-2016? Simele sicinge ntoni xa siwujongile ebudeni bonyaka? Eli nqaku liza kusibonisa indlela lo mxholo onokusinceda ngayo.
IVEKI KAMATSHI 7-13, 2016
9 Sixabise ‘Isipho Sesisa Esingathethekiyo’ SikaThixo
UYehova usinike ‘isipho sesisa esingathethekiyo.’ (2 Korinte 9:15) Siyintoni eso sipho? Sisibangela njani ukuba sixelise uYesu Kristu, sithande abazalwana bethu, size sibaxolele ngokusuka entliziyweni? Ukongezelela kwiimpendulo zale mibuzo, siza kufunda nangezinto esinokuzenza ngexesha leSikhumbuzo.
IVEKI KAMATSHI 14-20, 2016
14 Umoya Ungqinelana Nomoya Wethu
IVEKI KAMATSHI 21-27, 2016
La manqaku mabini aza kucacisa indlela azazi ngayo umntu xa ethanjisiwe nokuba ukuthanjiswa kuthetha ntoni kuye. Kwakhona, siza kuthetha ngendlela abafanele bazijonge ngayo abathanjiswa, nendlela esimele sivakalelwe ngayo ngokwanda kwenani labatyayo eSikhumbuzweni.
IVEKI KAMATSHI 28, 2016–APRILI 3, 2016
27 Akumnandi Nje—Ukusebenza NoThixo!
UYehova ebesoloko ecela abantu ukuba bamncedise ukuze aphumeze injongo yakhe. Ufuna sishumayele iindaba ezilungileyo kuwo wonke umhlaba. Eli nqaku lithetha ngesizathu sokuba kusivuyisa ukusebenza noThixo.
UMFANEKISO ONGAPHANDLE:
EMADAGASCAR
Uvulindlela ubonisa umqhubi wenqwelo yeenkomo isibhalo eBaobabs eMorondava, eseMadagascar
ABAVAKALISI
29 963
IZIFUNDO ZEBHAYIBHILE
77 984
ABEZE ESIKHUMBUZWENI