A7-D
Izinto Ezenzekayo Xa UYesu Wayesemhlabeni—Umsebenzi Omninzi Owenziwa NguYesu EGalili (Inxalenye 2)
| IXESHA | INDAWO | INTO EYENZEKAYO | MATEYU | MARKO | LUKA | YOHANE | 
|---|---|---|---|---|---|---|
| 31 okanye 32 | Kummandla waseKapernahum | UYesu wenza imizekelo yoBukumkani | ||||
| KuLwandle LwaseGalili | Uphelisa isaqhwithi esesikhepheni | |||||
| Kwingingqi yaseGadara | Uthumela iidemon kumhlambi weehagu | |||||
| Mhlawumbi eKapernahum | Uphilisa umfazi owayenengxaki yokopha; uvusa intombi kaYayiro | |||||
| EKapernahum (?) | Uphilisa abantu abangaboniyo nomntu ongakwaziyo ukuthetha | |||||
| ENazarete | Uyachaswa kwakhona kwidolophu yakowabo | |||||
| EGalili | Uya okwesithathu eGalili; wandisa umsebenzi ngokuthuma abapostile | |||||
| ETibheriyo | UHerode unqumla intloko kaYohane umBhaptizi; uHerode uyadideka ngenxa kaYesu | |||||
| 32, ekusondeleni kwePasika (Yoh 6:4) | EKapernahum (?); kuMntla-Mpuma woLwandle LwaseGalili | Abapostile bavela kushumayela; uYesu wondla amadoda ayi-5 000 | ||||
| KuMntla-Mpuma woLwandle LwaseGalili; eGenesarete | Abantu bazama ukwenza uYesu ukumkani; uhamba elwandle; uphilisa abaninzi | |||||
| EKapernahum | Uthi: “Ndim isonka sobomi”; abaninzi bayakhubeka baze bamshiye | |||||
| 32, emva kwePasika | Mhlawumbi eKapernahum | Uthetha ngezithethe zabantu | ||||
| EFenike; eDekapoli | Uphilisa intombi yomfazi ongumSirofenike; wondla amadoda ayi-4 000 | |||||
| EMagadan | Akenzi mmangaliso kodwa uthetha ngokaYona |