EFESE
IZINTO EKUTHETHWA NGAZO
1
Imibuliso (1, 2)
Iintsikelelo (3-7)
Zonke izinto ziqokelelelwa kuKristu (8-14)
“Indlela yokulawula izinto” ngexesha elibekiweyo (10)
Kubekwa isitampu ngomoya oyingcwele ‘njengesiqinisekiso’ (13, 14)
UPawulos ubulela uThixo ngokholo lwamaEfese, aze awathandazele (15-23)
2
3
4
5
Ukuthetha nokuziphatha ngendlela ecocekileyo (1-5)
Hambani njengabantwana bokukhanya (6-14)
Gcwaliswani ngumoya kaThixo (15-20)
Amacebiso aya kubayeni nabafazi (21-33)
6
Amacebiso aya kubantwana nabazali (1-4)
Amacebiso aya kumakhoboka neenkosi (5-9)
Zonke iimpahla zokuzikhusela ezivela kuThixo (10-20)
Imibuliso yokugqibela (21-24)