FILIPI
IZINTO EKUTHETHWA NGAZO
1
Imibuliso (1, 2)
Kubulelwa uThixo; umthandazo kaPawulos (3-11)
Iindaba ezilungileyo zihambela phambili nangona kukho iingxaki (12-20)
Ndiphilela uKristu, xa ndisifa ndiyancedakala (21-26)
Ziphatheni ngendlela efanele iindaba ezilungileyo (27-30)
2
Ukuthobeka kwamaKristu (1-4)
Ukuthobeka kukaKristu nokuphakanyiswa kwakhe (5-11)
Sebenzelani ukusindiswa (12-18)
Kuthunyelwa uTimoti noEpafrodito (19-30)
3
4
Ukumanyana, ukuvuya, ukucinga izinto ezifanelekileyo (1-9)
Kubulelwa izipho ezisuka kumaFilipi (10-20)
Imibuliso yokugqibela (21-23)