Luyafumaneka Uncedo
Ngaba unomntu omthandayo oswelekileyo?
Yiya ku-jw.org/xh uze ukhangele indawo ethi “uncedo lwabantu abaswelekelweyo.”
Ngaba uneengxaki zemali?
Yiya ku-jw.org/xh uze ukhangele indawo ethi “sebenzisa imali kakuhle.”
Ngaba wawukhe wazibuza ukuba ‘Ndisaphilela ntoni?’
Yiya ku-jw.org/xh uze ukhangele indawo ethi “ngaba ucinga ngokuzibulala?” okanye ethi “ikhona into endisayiphilelayo?”
Ngaba unesigulo esinganyangekiyo?
Yiya ku-jw.org/xh uze ukhangele indawo ethi “ukuphila nesifo esinganyangekiyo.”
IBhayibhile inamacebiso anceda wonke umntu entsatsheni. Imigaqo yayo iyakwazi ukunceda umntu acinge kakuhle aze enze izigqibo ezihle.—IMIZEKELISO 1:1-4.
Siyakumema ukuba uzifundele iBhayibhile. Bukela ividiyo ethi Kutheni Ufanele Ufunde IBhayibhile?.