Isifundo 1
Ngubani owenze umhlaba?
Ngubani owenze ulwandle?
Ngubani odale mna nawe?
Ngubani owenze ibhabhathane namaphiko alo amahle?
NguYehova uThixo odale zonke izinto.
IZINTO ENINOKUZENZA KUNYE
Fundela umntwana wakho:
Cela umntwana akhombe:
Iinkwenkwezi Amafu Ilanga
Isikhephe Umhlaba Indlu
Ulwandle Ibhabhathane
Buza umntwana wakho:
Ngubani igama likaThixo?
Uhlala phi uYehova?
Ziintoni awazidalayo?
[Umfanekiso okwiphepha 4, 5]