IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • hf iphe. 2
  • Intshayelelo

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Intshayelelo
  • Ninako Ukonwaba Entsatsheni
  • Amanqaku Afanayo
  • Yenza Kube Mnandi Emtshatweni: Bonisa Intlonipho
    Ukunceda Iintsapho
  • Yenza Kube Mnandi Emtshatweni: Bonisa Uthando
    Ukunceda Iintsapho
  • Ukwakha Umtshato Owonwabisayo
    Vukani!—2006
  • Imibuzo YeBhayibhile Iyaphendulwa
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova 2013
Khangela Okunye
Ninako Ukonwaba Entsatsheni
hf iphe. 2

Intshayelelo

Kula maxesha anzima apho imitshato neentsapho zingonwabanga, ngaba ninako ukonwaba entsatsheni? Lo asingombandela ulula. Kodwa lukho uncedo. Nangona le ncwadana ingaveleli zonke iinkcukacha ngomtshato, ichaza imigaqo yeBhayibhile enokuba luncedo. Ukuba niyayisebenzisa, niya konwaba entsatsheni.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share