NgoLwesihlanu
“Masingayeki ukwenza okuhle”—GALATI 6:9
KUSASA
- 9:20 Ividiyo Yomculo 
- 9:30 Ingoma 77 Nomthandazo 
- 9:40 INTETHO KASIHLALO: Asinakunikezela—Ngakumbi Ngoku! (ISityhilelo 12:12) 
- 10:15 UNGCELELE: Qhubeka Ushumayela “Ngaphandle Kokuyekelela” - Ngokungacwangciswanga (IZenzo 5:42; INtshumayeli 11:6) 
- Kwindlu Ngendlu (IZenzo 20:20) 
- Kwiindawo Zikawonke-wonke (IZenzo 17:17) 
- Ukwenza Abafundi (Roma 1:14-16; 1 Korinte 3:6) 
 
- 11:05 Ingoma 76 Nezaziso 
- 11:15 IDRAMA YEBHAYIBHILE EREKHODIWEYO: UYehova Usindisa Abantu Bakhe (Eksodus 3:1-22; 4:1-9; 5:1-9; 6:1-8; 7:1-7; 14:5-10, 13-31; 15:1-21) 
- 11:45 UYehova Ngowona Mzekelo Wokunganikezeli (Roma 9:22, 23; 15:13; Yakobi 1:2-4) 
- 12:15 Ingoma 115 Nekhefu 
EMVA KWEMINI
- 1:25 Ividiyo Yomculo 
- 1:35 Ingoma 128 
- 1:40 UNGCELELE: Nyamezela Nangona . . . - Uphathwa Kakubi (Mateyu 5:38, 39) 
- Iminyaka Ihambile (Isaya 46:4; Yude 20, 21) 
- Unezinto Ezingathandekiyo Kubuntu Bakho (Roma 7:21-25) 
- Uziva Uhlazekile (Galati 2:11-14; Hebhere 12:5, 6, 10, 11) 
- Ugula Ixesha Elide (INdumiso 41:3) 
- Uswelekelwe Sisihlobo (INdumiso 34:18) 
- Utshutshiswa (ISityhilelo 1:9) 
 
- 2:55 Ingoma 136 Nezaziso 
- 3:05 IDRAMA: Khumbulani UmkaLote—Isiqendu 1 (Luka 17:28-33) 
- 3:35 UNGCELELE: Zama Ukuba Neempawu Eziza Kukunceda Unyamezele - Ukholo (Hebhere 11:1) 
- Ukulunga (Filipi 4:8, 9) 
- Ulwazi (IMizekeliso 2:10, 11) 
- Ukuzeyisa (Galati 5:22, 23) 
 
- 4:15 Izinto Ofanele Uzenze Ukuze ‘Ungaze Usilele’ (2 Petros 1:5-10; Isaya 40:31; 2 Korinte 4:7-9, 16) 
- 4:50 Ingoma 3 Nomthandazo