IBHOKISI YOKUFUNDISA 7A
Iintlanga ezazihlala kufuphi neYerusalem
c. 650-300 B.C.E.
IMINYAKA (YONKE NGU-B.C.E.)
- 620: IBhabhiloni iqalisa ukulawula iYerusalem - UNebhukadenetsare wenza ukumkani waseYerusalem alawule phantsi kwakhe 
- 617: IBhabhiloni ithimba abantu baseYerusalem - Ithimba abalawuli, amajoni anamandla nabakhi abanobuchule 
- 607: IBhabhiloni itshabalalisa iYerusalem - Itshisa isixeko kunye netempile yaso 
- Emva ko-607: ITire eselunxwemeni - UNebhukadenetsare urhangqa iTire iminyaka eyi-13. Uyayitshabalalisa kuze kushiyeke le isisiqithi. 
- 602: Ama-Amoni namaMowabhi - UNebhukadenetsare uhlasela ama-Amoni namaMowabhi 
- 588: IBhabhiloni yoyisa iYiputa - Kunyaka we-37 elawula, uNebhukadenetsare uhlasela iYiputa 
- 332: ITire esisiqithi - Umkhosi wamaGrike, ophantsi kuka-Aleksandire Omkhulu, utshabalalisa isiqithi saseTire 
- 332 okanye ngaphambi koko: AmaFilisti - UAleksandire woyisa iGaza, isixeko esilikomkhulu lamaFilisti 
Iindawo ezikwimaphu
- GRISI 
- ULWANDLE OLUKHULU 
- (ULWANDLE LWEMEDITERA) 
- TIRE 
- Sidon 
- Tire 
- Samariya 
- Yerusalem 
- Gaza 
- FILISTI 
- YIPUTA 
- BHABHILONI 
- AMONI 
- MOWABHI 
- EDOM