NgoMgqibelo
“Vakalisani iindaba ezilungileyo zosindiso lwakhe usuku nosuku”—INdumiso 96:2
Kusasa
- 9:20 Ividiyo Yomculo 
- 9:30 Ingoma 53 Nomthandazo 
- 9:40 “Ndimele Ndishumayele Iindaba Ezilungileyo EzingoBukumkani” (Luka 4:43) 
- 9:50 IDRAMA YEBHAYIBHILE: - IBali Elingobulungiseleli BukaYesu: Ividiyo Yokuqala - Okona Kukhanya Kokwenene Kwehlabathi —Isiqendu II (Mateyu 2:1-23; Luka 2:1-38, 41-52; Yohane 1:9) 
- 10:25 Ingoma 69 Nezaziso 
- 10:35 UNGCELELE: Isiprofeto EsingoMesiya Senzekile! - • Kwabakho Umthunywa Phambi Kwakhe (Malaki 3:1; 4:5; Mateyu 11:10-14) 
- • Wazalwa Yintombi Engazange Yalala Nandoda (Isaya 7:14; Mateyu 1:18, 22, 23) 
- • Wazalwa EBhetelehem (Mika 5:2; Luka 2:4-7) 
- • Wakhuselwa Esengumntwana (Hoseya 11:1; Mateyu 2:13-15) 
- • Wayebizwa UmNazarete (Isaya 11:1, 2; Mateyu 2:23) 
- • Wafika Ngexesha Ekwakuthiwe Uza Kufika Ngalo (Daniyeli 9:25; Luka 3:1, 2, 21, 22) 
 
- 11:40 UBHAPTIZO: Qhubeka ‘Uzithobela Iindaba Ezilungileyo’(2 Korinte 9:13; 1 Timoti 4:12-16; Hebhere 13:17) 
- 12:10 Ingoma 24 Nekhefu 
Emva Kwemini
- 1:35 Ividiyo Yomculo 
- 1:45 Ingoma 83 
- 1:50 UNGCELELE: Yoyisa Iindaba Ezimbi Ngeendaba Ezilungileyo - • Ukuhleba Okuyingozi (Isaya 52:7) 
- • Ukukhathazwa Sisazela (1 Yohane 1:7, 9) 
- • Izinto Ezenzekayo Ngoku (Mateyu 24:14) 
- • Ukutyhafa (Mateyu 11:28-30) 
 
- 2:35 UNGCELELE: ‘Sikufuna Ngamandla Ukushumayela Iindaba Ezilungileyo’ - • Ayingomsebenzi Wabapostile Qha (Roma 1:15; 1 Tesalonika 1:8) 
- • Yindlela Esikhonza Ngayo (Roma 1:9) 
- • Kulungele Ukushumayela Usebenzisa Izixhobo Ezifanelekileyo (Efese 6:15) 
 
- 3:15 IVIDIYO: Indlela ‘iindaba ezilungileyo ezivelisa ngayo isiqhamo nezanda ngayo ehlabathini lonke’ (Kolose 1:6) 
- 3:40 Ingoma 35 Nezaziso 
- 3:50 UNGCELELE: Ungayeki Ukushumayela Iindaba Ezilungileyo - • Naphi Na Apho Ukhoyo (2 Timoti 4:5) 
- • Naphi Na Apho UThixo Akukhokelela Khona (IZenzo 16:6-10) 
 
- 4:15 Uza Kwenza Ntoni “Ngenxa Yeendaba Ezilungileyo”? (1 Korinte 9:23; Isaya 6:8) 
- 4:50 Ingoma 21 Nomthandazo