‘Lindela KuYehova’ Ngomonde!
Kusasa
- 9:30 Umculo 
- 9:40 Ingoma 88 Nomthandazo 
- 9:50 ‘Lindela KuYehova’ Ngomonde—Njani? 
- 10:05 Ungcelele: Linganisa Abantu Abaye Balinda Ngomonde - • UHabhakuki 
- • UYohane 
- • UAna 
 
- 11:05 Ingoma 142 Nezaziso 
- 11:15 Ulinde Ntoni? 
- 11:30 Intetho Yobhaptizo 
- 12:00 Ingoma 28 
Emva Kwemini
- 1:10 Umculo 
- 1:20 Ingoma 54 Nomthandazo 
- 1:30 Intetho Yesidlangalala: Ngaba Ukuba Nomonde Kusabalulekile? 
- 2:00 Ushwankathelo LweMboniselo 
- 2:30 Ingoma 143 Nezaziso 
- 2:40 Ungcelele: Lindela KuYehova . . . - • Xa Uziva Ngathi Uwedwa 
- • Xa Usenza Iimpazamo 
- • Xa Abantu Abenza Izinto Ezimbi Bephumelela 
 
- 3:40 “Kunomvuzo Ukuba Lilungisa” 
- 4:15 Ingoma 140 Nomthandazo