Iintlanganiso Zenkonzo Yasentsimini
MEYI 6-12
Imirhumo yeMboniselo
1. Isincede njani thina ngokobuqu?
2. Uza kuwuhambisa kubani omnye wayo? (Kutheni ungenzi uludwe?)
MEYI 13-19
Ulutsha kwinkonzo yasentsimini
1. Lunokuba nesabelo ngaziphi iindlela?
2. Sinokulunceda njani?
MEYI 20-26
Ukubuyela kwabo barhumelayo
1. Yintoni esinokuthetha ngayo?
2. Sinokusiqalisa njani isifundo?
MEYI 27–JUNI 2
Ukusebenzisa umnikelo wangoku
1. Hlolisisa uMxholo Wencoko.
2. Nxibelelanisa umnikelo noMxholo Wencoko.
3. Ziziphi iingongoma ekunokuthethwa ngazo xa kuhanjiswa umnikelo?