IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 5/13 iphe. 3
  • Sebenzisa Iividiyo Xa Ufundisa

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Sebenzisa Iividiyo Xa Ufundisa
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2013
  • Amanqaku Afanayo
  • Sebenzisa Iividiyo Ukuze Ufundise
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2006
  • Sebenzisa Iividiyo Xa Ufundisa Izifundo ZeBhayibhile
    Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2019
  • Ukuphucula Ubuchule Bethu Bokushumayela—Ukusebenzisa Iividiyo Xa Ufundisa
    Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yeentlanganiso (2016)
  • Ngaba Ndifanele Ndizibukele Iividiyo Zomculo?
    Vukani!—2003
Khangela Okunye
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2013
km 5/13 iphe. 3

Sebenzisa Iividiyo Xa Ufundisa

Xa uYehova wayedlulisela inkcazelo ebalulekileyo kuAbraham nakuYeremiya, akazange anele nje ukubaxelela kuphela kodwa wababonisa ezo zinto wayethetha ngazo. (Gen. 15:5; Yer. 18:1-6) Sinokuzinceda izifundo zethu ukuba ziqonde iinyaniso zeBhayibhile ngokusebenzisa iividiyo zethu. Apha ngezantsi kucetyiswa ngamaxesha ezinokuboniswa ngawo iividiyo. Ukhumbule ukuba ngamacebiso nje la, kuba kaloku isifundo ngasinye sahlukile.

Incwadi ethi Okufundiswa YiBhayibhile

◻ Isahluko 1: Emva kwesiqendu 17: The Wonders of Creation Reveal God’s Glory. Ifumaneka ngesiNgesi

◻ Isahluko 2: Ekupheleni: Mankind’s Oldest Modern Book. Ifumaneka ngesiNgesi.

◻ Isahluko 9: Emva kwesiqendu 14: Jehovah’s Witnesses—Organized to Share the Good News. Ifumaneka ngesiNgesi.

◻ Isahluko 14: Ekupheleni: The Bible—Its Power in Your Life. Ifumaneka ngesiNgesi.

◻ Isahluko 15: Emva kwesiqendu 10: Our Whole Association of Brothers. Ifumaneka ngesiNgesi.

Incwadi ethi “Uthando LukaThixo”

◻ Isahluko 3: Emva kwesiqendu 15: Young People Ask—How Can I Make Real Friends? Ifumaneka ngesiNgesi.

◻ Isahluko 4: Ekupheleni: Respect Jehovah’s Authority. Ifumaneka ngesiNgesi.

◻ Isahluko 7: Emva kwesiqendu 12: No Blood—Medicine Meets the Challenge. Ifumaneka ngesiNgesi.

◻ Isahluko 9: Emva kwesiqendu 6: Warning Examples for Our Day. Ifumaneka ngesiNgesi.

◻ Isahluko 17: Ekupheleni: ‘Hamba Ngokholo Kungekhona Ngokubona’

Ngaba zikho ezinye iividiyo ezinokunceda izifundo zakho? Ngokomzekelo, izifundo ezichaswayo zinokukhuthazwa kukubukela ividiyo ethi Faithful Under Trials—Jehovah’s Witnesses in the Soviet Union or Jehovah’s Witnesses Stand Firm Against Nazi Assault. Ulutsha lunokuncedwa yividiyo ethi Pursue Goals That Honor God nethi Young People Ask—What Will I Do With My Life? Phawula kwincwadi yakho ethi Okufundiswa YiBhayibhile nakwethi “Uthando LukaThixo” ukuze uzikhumbuze xa kufuneka ubukelise isifundo sakho okanye usiboleke. Njengoko kukhululwa iividiyo ezintsha cinga ngendlela onokuzisebenzisa ngayo ukuze ufikelele iintliziyo zezifundo zakho zeBhayibhile.—Luka 24:32.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share