UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | INDUMISO 38-44
UYehova Uyabomeleza Abo Bagulayo
Abakhonzi abanyanisekileyo bakaYehova banokuqiniseka ukuba uza kubaxhasa xa bejamelene nobunzima
UDavide wagula kakhulu
UDavide wayebakhathalele abantu abasweleyo
UDavide akazange alindele ukuphila ngokungummangaliso, kodwa walindela kuYehova ukuze amthuthuzele, amnike ubulumko aze amxhase
UYehova wayemjonga njengendoda ethembekileyo uDavide