UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | INDUMISO 69-73
Abantu BakaYehova Banenzondelelo Ngonqulo Lokwenene
Inzondelelo yethu ngonqulo lokwenene ifanele ibonakale ngokucacileyo
- Ubomi bakhe bonke, uDavide wayenenzondelelo ngoYehova 
- UDavide wayengabunyamezeli nabuphi na ubutshaba okanye ukugculelwa kwegama likaYehova 
Abantu abadala banokulunceda ulutsha ukuba lube nenzondelelo
- Umbhali wale ndumiso, mhlawumbi uDavide, wayenomnqweno wokukhuthaza isizukulwana esilandelayo 
- Abazali namaKristu anamava anokuqeqesha ulutsha