UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | INGOMA YAZO IINGOMA 1-8
UmShulamikazi—Umzekelo Omhle Wokuxeliswa
Yintoni eyamenza wangumzekelo obalaseleyo kubakhonzi bakaYehova?
- Walinda de wafumana umntu amthandayo 
- Akazange avumele abanye bamenze athandane naye wonk’ umntu ovelayo 
- Wayethobekile kwaye enyulu 
- Wayengenakuvumela uthando lwakhe luthengwe ngegolide okanye ngezincomo zothando 
Zibuze:
‘Luluphi olona phawu lomShulamikazi endinokuluxelisa?’