INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Hlakulela Iimpawu Ezimkholisayo UThixo—Isibindi
ISIZATHU SOKUBA KUBALULEKILE:
Ukushumayela kufuna isibindi.—IZe 5:27-29, 41, 42
Imbandezelo enkulu iza kuvavanya ukuba nesibindi kwethu.—Mat 24:15-21
Ukoyika umntu kunokusifaka engxakini.—Yer 38:17-20; 39:4-7
INDLELA ONOKWENZA NGAYO:
Ziziphi izinto ekufuneka ndiyeke ukuzoyika entsimini?
BUKELA IVIDIYO ETHI, ZIPHEPHE IZINTO EZINOKUKWENZA UGUNGQE—UKOYIKA ABANTU, UZE UPHENDULE LE MIBUZO ILANDELAYO:
Kutheni kubalulekile ukuba nesibindi xa sishumayela?
Nguwuphi umahluko esiwufumanayo kwiMizekeliso 29:25?
Kutheni sifanele sihlakulele ukuba nesibindi ngoku?