UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | MATEYU 16-17
Ucinga Njengabani?
- Nangona uPetros wayethetha eneenjongo ezintle, uYesu wayilungisa ngokukhawuleza indlela acinga ngayo 
- UYesu wayesazi ukuba lalingekho ixesha lokuba abe “nobubele” kuye. Eyona nto yayifunwa nguSathana kukuba acinge ngesiqu sakhe. 
UYesu wathetha ngezinto ezintathu ekufuneka sizenze ukuze senze ukuthanda kukaThixo. Kuthetha ukuthini?
- Ukuzincama 
- Ukuthabatha isibonda sentuthumbo 
- Ukulandela uYesu ngokuqhubekayo