INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Sonke Simele Sizikhathalele Iindawo Esinqulela Kuzo
IiHolo ZoBukumkani ayizozakhiwo nje, kodwa ziindawo zokukhonza ezinikelwe kuYehova. Yintoni esimele siyenze ukuze sizikhathalele iiHolo ZoBukumkani?
BUKELA IVIDIYO ETHI UKUNYAMEKELA IINDAWO ESINQULELA KUZO, UZE UPHENDULE LE MIBUZO:
Kutheni sineeHolo ZoBukumkani?
Kutheni kufuneka siyicoce size siyilungise iHolo YoBukumkani ngalo lonke ixesha?
Kukuncede njani ukuncedisa xa kulungiswa iHolo YoBukumkani?
Kutheni kubalulekile ukukhuseleka, ibe abantu abakule vidiyo baye bazikhusela njani?
Siyisebenzisa njani iminikelo yethu ukuze sivuyise uYehova?
NDINGANCEDISA NJANI MNA?