IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb21 Meyi iphe. 14
  • “Ungatshatiselani Nazo”

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • “Ungatshatiselani Nazo”
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2021
  • Amanqaku Afanayo
  • UYehova Usebenzisa Abafazi Ababini Ukuze Asindise Abantu Bakhe
    Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2021
  • Umzekelo Omhle Wendlela Yokuqeqesha
    Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2022
  • Kuya Kukhanya Ngokukhanya
    Incwadi Yonyaka YamaNgqina KaYehova Ka-2016
  • Uthando LukaThixo Olungagungqiyo Luyasikhusela Kubuxoki BukaSathana
    Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2023
Khangela Okunye
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2021
mwb21 Meyi iphe. 14
Umfazi ongumKanan umema indoda engumSirayeli ukuba iqubude kunye naye kwisithixo ibe nabanye abantu ababangqongileyo bakhonza izithixo ezahlukeneyo.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

“Ungatshatiselani Nazo”

UYehova wayefuna amaSirayeli atshate nabantu abamkhonzayo kuphela (Dut 7:3; w12 7/1 29 ¶2)

UYehova ufuna abakhonzi bakhe bangakhathazeki ibe bangabinazo iintlungu (Dut 7:4; w15 3/15 30-​31)

Nangoku uYehova usafuna abakhonzi bakhe bangatshati nabantu abangamkhonziyo (1Ko 7:​39; 2Ko 6:​14; w15 8/15 26 ¶12)

KHAWUZIBUZE, ‘Lo mgaqo wokuba simele sitshate nomntu ‘ongumlandeli wenkosi’ undinceda njani?’

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share