UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
Thembela NgoYehova Xa Ukhathazekile
UEliya woyika waza wabaleka esindisa ubomi bakhe (1Ku 19:3, 4; w19.06 15 ¶5)
UYehova wamnceda waza wambonisa amandla akhe ngeendlela ezimangalisayo (1Ku 19:5-7, 11, 12; ia 103 ¶13; 106 ¶21)
UYehova wamnika umsebenzi anokuwenza (1Ku 19:15-18; ia 106 ¶22)
UYehova uthetha nathi namhlanje esebenzisa oko sikufunda eBhayibhileni, uyasikhumbuza ukuba usikhathalele nyhani ibe usinika nomsebenzi obalulekileyo esinokumenzela wona.—1 Kor. 15:58; Kol. 3:23.