IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb23 Matshi iphe. 2
  • Kwakukhonzwa Ngocwangco Kakhulu Etempileni

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Kwakukhonzwa Ngocwangco Kakhulu Etempileni
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2023
  • Amanqaku Afanayo
  • Umsebenzi WabaLevi
    Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2021
  • Imigaqo Esetyenziswayo Ukuze Kugwetywe Ngobulungisa
    Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2021
  • UMthetho Wawubonisa Ukuba UYehova Uwakhathalele Amahlwempu
    Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2021
  • Izinto Esinokuzifunda Kwinkampu YamaSirayeli
    Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2021
Khangela Okunye
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2023
mwb23 Matshi iphe. 2

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Kwakukhonzwa Ngocwangco Kakhulu Etempileni

UKumkani uDavide wababeka abaLevi kunye nababingeleli ukuba bakhonze etempileni(1Kr 23:6, 27, 28; 24:1, 3; it-2-E 241, 686)

Iincutshe zomculo kunye nabafundi babelwa ukuba bakhonze uYehova ngokuthi benze umculo (1Kr 25:1, 8; it-2-E 451-452)

AbaLevi babesebenza njengoonogada basegeyithini, abagcini mali kunye namagosa (1Kr 26:16-20; it-1-E 898)

Abazalwana noodade ngaphambi kokuqala kweentlanganiso. 1. Bayabulisana baze bancokole kunye. 2. Umzalwana ubonisa udade into exhonywe kwibhodo yezaziso. 3. Udade ufaka umnikelo kwibhokisi yomnikelo. 4. Umzalwana osezincwadini unika udade iincwadi. 5. Umzalwana ulungisa imic eqongeni. 6. Umzalwana nonyana wakhe omncinci baya klina.

Sikhonza uYehova ngocwangco kuba naye unocwangco.​—1Ko 14:33.

KHAWUCINGE NGALE NTO: Ibandla lamaKristu namhlanje limkhonza njani uYehova ngocwangco?

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share