Genesis 35:29 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 29 Waphefumla okokugqibela, wafa, wahlanganiselwa kubantu bakowabo,* emva kokuphila ubomi obude nobanelisayo. Oonyana bakhe uEsawu noYakobi bamngcwaba.+
29 Waphefumla okokugqibela, wafa, wahlanganiselwa kubantu bakowabo,* emva kokuphila ubomi obude nobanelisayo. Oonyana bakhe uEsawu noYakobi bamngcwaba.+