Genesis 36:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 UEsawu wabathatha ezintombini zakwaKanan abafazi bakhe: UAda+ intombi kaElon umHiti,+ u-Oholibhama+ intombi ka-Anahi, umzukulwana kaTsibheyon umHivi,
2 UEsawu wabathatha ezintombini zakwaKanan abafazi bakhe: UAda+ intombi kaElon umHiti,+ u-Oholibhama+ intombi ka-Anahi, umzukulwana kaTsibheyon umHivi,