Genesis 37:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Emva koko waphinda waphupha, waza wabalisela abantakwabo esithi: “Ndiphinde ndaphupha. Kweli iphupha, ilanga nenyanga neenkwenkwezi eziyi-11 beziqubuda kum.”+ Genesis ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 37:9 IMboniselo,8/1/2014, iphe. 13
9 Emva koko waphinda waphupha, waza wabalisela abantakwabo esithi: “Ndiphinde ndaphupha. Kweli iphupha, ilanga nenyanga neenkwenkwezi eziyi-11 beziqubuda kum.”+