Genesis 38:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 UYuda wathi kuTamare umolokazana wakhe: “Hlala ungumhlolokazi endlini katata wakho ade uShela unyana wam akhule,” kuba wayezixelele oku: ‘Naye usenokufa njengabantakwabo.’+ Ngoko uTamare wemka wayokuhlala endlini katata wakhe.
11 UYuda wathi kuTamare umolokazana wakhe: “Hlala ungumhlolokazi endlini katata wakho ade uShela unyana wam akhule,” kuba wayezixelele oku: ‘Naye usenokufa njengabantakwabo.’+ Ngoko uTamare wemka wayokuhlala endlini katata wakhe.