Genesis 41:40 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 40 Wena lo, uza kuba phezu kwendlu yam, yaye bonke abantu bam baza kukuthobela ngokupheleleyo.+ Kukumsebenzi wam njengokumkani* kuphela apho ndiza kuba mkhulu kunawe.”
40 Wena lo, uza kuba phezu kwendlu yam, yaye bonke abantu bam baza kukuthobela ngokupheleleyo.+ Kukumsebenzi wam njengokumkani* kuphela apho ndiza kuba mkhulu kunawe.”