Genesis 41:45 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 45 Emva koko uFaro wamthiya uYosefu igama elinguTsafenati-paneha, waza wamnika uAsenati+ intombi kaPotifera umbingeleli waseOni* ukuba abe ngumfazi wakhe. UYosefu waqalisa ukuphatha* ilizwe laseYiputa.+
45 Emva koko uFaro wamthiya uYosefu igama elinguTsafenati-paneha, waza wamnika uAsenati+ intombi kaPotifera umbingeleli waseOni* ukuba abe ngumfazi wakhe. UYosefu waqalisa ukuphatha* ilizwe laseYiputa.+