Genesis 43:34 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 34 Wayemane ethumela ukutya kusuka kweyakhe itafile kusisiwa kweyabo, kodwa okukaBhenjamin kwakukuphinda kahlanu okwabanye.+ Batya ke baza basela naye bada banela.
34 Wayemane ethumela ukutya kusuka kweyakhe itafile kusisiwa kweyabo, kodwa okukaBhenjamin kwakukuphinda kahlanu okwabanye.+ Batya ke baza basela naye bada banela.