Genesis 45:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Ngoko ke andithunyelwanga nini apha kodwa nguThixo wokwenene, ukuze andenze umcebisi oyintloko kaFaro,* ndibe yinkosi endlini yakhe yonke, nomlawuli walo lonke ilizwe laseYiputa.+
8 Ngoko ke andithunyelwanga nini apha kodwa nguThixo wokwenene, ukuze andenze umcebisi oyintloko kaFaro,* ndibe yinkosi endlini yakhe yonke, nomlawuli walo lonke ilizwe laseYiputa.+