Genesis 46:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 Wathi ke uYosefu kubantakwabo nakwindlu katata wakhe: “Mandihambe ndiyokuxelela uFaro,+ ndithi kuye, ‘Abantakwethu nendlu katata, ababeselizweni lakwaKanan bafikile.+
31 Wathi ke uYosefu kubantakwabo nakwindlu katata wakhe: “Mandihambe ndiyokuxelela uFaro,+ ndithi kuye, ‘Abantakwethu nendlu katata, ababeselizweni lakwaKanan bafikile.+