Genesis 47:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 47 Ngoko uYosefu waya kumxelela uFaro,+ waza wathi: “Ufikile utata nabantakwethu, nemihlambi yabo yeegusha nemihlambi yabo yeenkomo, nayo yonke into abanayo. Bavela kwilizwe lakwaKanan, ngoku baphaya kumhlaba waseGoshen.”+
47 Ngoko uYosefu waya kumxelela uFaro,+ waza wathi: “Ufikile utata nabantakwethu, nemihlambi yabo yeegusha nemihlambi yabo yeenkomo, nayo yonke into abanayo. Bavela kwilizwe lakwaKanan, ngoku baphaya kumhlaba waseGoshen.”+