Genesis 48:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Kodwa utata wakhe wala, wathi: “Ndiyazi nyana wam, ndiyazi. Naye uza kuba sisizwana ibe naye uza kuba mkhulu. Kodwa ke umninawa wakhe uza kuba mkhulu kunaye,+ kwaye inzala* yakhe iza kuba ziintlanga ezininzi.”+
19 Kodwa utata wakhe wala, wathi: “Ndiyazi nyana wam, ndiyazi. Naye uza kuba sisizwana ibe naye uza kuba mkhulu. Kodwa ke umninawa wakhe uza kuba mkhulu kunaye,+ kwaye inzala* yakhe iza kuba ziintlanga ezininzi.”+