Genesis 49:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Awulawuleki, unjengamanzi agqumayo, ngoko awuzukuhambela phambili kuba waya ebhedini katata wakho.+ Wayingcolisa* ibhedi yam. Wakhwela kuyo!
4 Awulawuleki, unjengamanzi agqumayo, ngoko awuzukuhambela phambili kuba waya ebhedini katata wakho.+ Wayingcolisa* ibhedi yam. Wakhwela kuyo!