-
Genesis 12:15IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
15 Amagosa akwaFaro nawo ambona aza amncoma kuFaro, waza umfazi wasiwa endlini kaFaro.