-
Genesis 14:22IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
22 Kodwa uAbram wathi kukumkani waseSodom: “Ndiyasiphakamisa isandla sam ukuze ndifunge kOyena Thixo Uphakamileyo, uYehova, uMenzi wezulu nomhlaba,
-