Genesis 17:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Emva koko uThixo wathi kuAbraham: “Yena uSarayi* umfazi wakho,+ uze ungathi nguSarayi, kuba igama lakhe liza kuba nguSara.* Genesis ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 17:15 IMboniselo(Kawonke-wonke),No. 5 2017 iphe. 14 IMboniselo,2/1/2009, iphe. 13
15 Emva koko uThixo wathi kuAbraham: “Yena uSarayi* umfazi wakho,+ uze ungathi nguSarayi, kuba igama lakhe liza kuba nguSara.*