Genesis 17:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 UThixo wamphendula wathi: “Nakanjani na uSara umfazi wakho uza kukuzalela unyana, uze umthiye igama elinguIsake.*+ Ndiza kusenza naye isivumelwano sam, sibe sisivumelwano sikanaphakade kwinzala* yakhe.+ Genesis ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 17:19 IMboniselo,2/1/2009, iphe. 13-14
19 UThixo wamphendula wathi: “Nakanjani na uSara umfazi wakho uza kukuzalela unyana, uze umthiye igama elinguIsake.*+ Ndiza kusenza naye isivumelwano sam, sibe sisivumelwano sikanaphakade kwinzala* yakhe.+