Genesis 20:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Phofu ke ungudadewethu nyhani, intombi katata, kodwa akazalwa ngumama, yaye uye waba ngumfazi wam.+ Genesis ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 20:12 IMboniselo(Kawonke-wonke),No. 3 2017 iphe. 12
12 Phofu ke ungudadewethu nyhani, intombi katata, kodwa akazalwa ngumama, yaye uye waba ngumfazi wam.+