Genesis 22:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Ngoko uAbraham wathatha iinkuni zomnikelo otshiswayo, waziphathisa uIsake unyana wakhe. Yena wathatha umlilo nemela,* baza bahamba kunye. Genesis ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 22:6 IMboniselo(Efundwayo),1/2017, iphe. 32
6 Ngoko uAbraham wathatha iinkuni zomnikelo otshiswayo, waziphathisa uIsake unyana wakhe. Yena wathatha umlilo nemela,* baza bahamba kunye.