Genesis 1:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 UThixo walandelisa ngokwenza isibhakabhaka waza wawahlula amanzi angaphantsi kwesibhakabhaka kumanzi angaphezu kwesibhakabhaka.+ Kwaba njalo ke. Genesis ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 1:7 Vukani!,3/2014, iphe. 6
7 UThixo walandelisa ngokwenza isibhakabhaka waza wawahlula amanzi angaphantsi kwesibhakabhaka kumanzi angaphezu kwesibhakabhaka.+ Kwaba njalo ke.