-
Genesis 24:27IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
27 yathi: “Makadunyiswe uYehova, uThixo wenkosi yam uAbraham, kuba akayekanga ukumthanda ngokungagungqiyo kwaye uye wathembeka kwinkosi yam. UYehova uye wandikhokelela endlini yezizalwana zenkosi yam.”
-