Genesis 24:60 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 60 Bamsikelela ke uRebheka besithi kuye: “Dadewethu, kwanga unganda ube ngamawaka aphindwe kalishumi lamawaka,* ize inzala* yakho izithathele kuyo izixeko* zabo bayicaphukelayo.”+
60 Bamsikelela ke uRebheka besithi kuye: “Dadewethu, kwanga unganda ube ngamawaka aphindwe kalishumi lamawaka,* ize inzala* yakho izithathele kuyo izixeko* zabo bayicaphukelayo.”+