Genesis 28:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 Ngoko uIsake wambiza uYakobi, wamsikelela waza wamyalela wathi: “Uze ungathathi mfazi kwiintombi zakwaKanan.+ Genesis ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 28:1 “Sonke ISibhalo”, iphe. 18
28 Ngoko uIsake wambiza uYakobi, wamsikelela waza wamyalela wathi: “Uze ungathathi mfazi kwiintombi zakwaKanan.+