Genesis 31:52 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 52 Le mfumba yamatye lingqina, nale ntsika bubungqina+ bokuba andizukudlula kule mfumba yamatye ukuze ndikwenzakalise, nawe awuzukudlula kule mfumba yamatye nakule ntsika ukuze undenzakalise.
52 Le mfumba yamatye lingqina, nale ntsika bubungqina+ bokuba andizukudlula kule mfumba yamatye ukuze ndikwenzakalise, nawe awuzukudlula kule mfumba yamatye nakule ntsika ukuze undenzakalise.