Genesis 33:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Kodwa uYakobi wathi kuye: “Inkosi yam iyazi ukuba abantwana bathambile+ ibe ndinyamekele iigusha neenkomo ezincancisayo. Ukuba zikhe zaxheshwa nje usuku lwalunye, uza kufa wonke lo mhlambi.
13 Kodwa uYakobi wathi kuye: “Inkosi yam iyazi ukuba abantwana bathambile+ ibe ndinyamekele iigusha neenkomo ezincancisayo. Ukuba zikhe zaxheshwa nje usuku lwalunye, uza kufa wonke lo mhlambi.